ULusanda Mbane ulumkisa owaye ngumncedisi wakhe ngamanyathelo azakuwathatha
Umdlali weqonga uLusanda Mbane uphume ethetha emva kokuba umncedisi wakhe wangaphambili, uLunga Ngcabashe, emtyhola ngokumtyala imali. Ukhawuleze wavala amabango waza
Funda ngokugqithisileyo